Iziyaca
Sithembele Isaac Xhegwana
Broschiertes Buch

Iziyaca

Ingqokelela yemi bongo

Versandkostenfrei!
Versandfertig in 1-2 Wochen
31,99 €
inkl. MwSt.
PAYBACK Punkte
16 °P sammeln!
"Kum ke ingaba ithetha ukuthini yonke le ntshwaqane? Njengoko imibhalo nge mibhalo endiyikhuphe ngesi Ngesi ibhentsisile, kuye kwakhona ukulahleka okuthile apha kulo mntu undim. Ngenxa yezi zathu ezi thile endizibaluleyo kuma qonga nga maqonga, zizathu endingenalo ixesha loku ngena kuzo ngoku, ndiye ndafuna ukubunikela umva ubuntu nobu Afrika bam. Le mibongo ke, njenge ziyaca, iye yandi rhintyela ngoku mandla. Ndine mincili egqithileyo ke ukubeka lembiza yo mxoxozi phambi kwenu. Ndine themba lokuba omnye nomnye uya kuzuza lukhulu." "What does this all mean to me? As different English genres th...