Monde Nkasawe
Broschiertes Buch

UQABANE uAMANDLA

Versandkostenfrei!
Versandfertig in 1-2 Wochen
16,99 €
inkl. MwSt.
Weitere Ausgaben:
PAYBACK Punkte
8 °P sammeln!
Esibhedlele sabagula ngengqondo, ePinelands Psychiatric Hospital, abanye babedlala, besithi bona bangoonesi, bangoogqirha, baziitoliki. NoSibabalwe Makhelwane wazikhethela ukuba yena unguMongameli welizwe. Kwaqala kwakho ingxoxo, ezinye zezigulane, kunye namanesi azayikholelwa ukuba uSibabalwe anganguMongameli welizwe, bambi bemthundeza ukuba akhethe nto yimbi. Wafunga uSibabalwe, esithi bonke abangamkholelwayo uzakubabonisa into abhinqe ngayo! Eli libali lomzamo wokufezekisa esi sifungo. Wena wakhe walibona igeza liphuncuka endimangeni, lileqa eUnion Building, lishiya ubutyadidi kwindlela yal...